2 Usamuweli 10:9 XHO75

9 Wabona uYowabhi ukuba imfazwe ibheke kuye, ngaphambili nangasemva, wanyula emadodeni onke ahleliweyo kwaSirayeli, wákha uluhlu malunga nama-Aram.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 10

imbono 2 Usamuweli 10:9 kwimeko