2 Usamuweli 11:1 XHO75

1 Kwathi ukuvela komnyaka, ngexesha lokuphuma kookumkani ukuya kulwa, uDavide wamthuma uYowabhi, nabakhonzi bakhe kunye naye, namaSirayeli onke, batshabalalisa oonyana baka-Amon, bayingqinga iRabha. UDavide wayehleli eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 11

imbono 2 Usamuweli 11:1 kwimeko