2 Usamuweli 11:13 XHO75

13 UDavide wammema: wadla, wasela phambi kwakhe; wamnxilisa. Waphuma ngokuhlwa, waya kulala esililini sakhe nabakhonzi benkosi yakhe; akehla aye endlwini yakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 11

imbono 2 Usamuweli 11:13 kwimeko