2 Usamuweli 11:4 XHO75

4 UDavide wathuma abathunywa, wamthabatha; weza ke yena kuye, walala naye. Akuba ezingcwalisile ebunqambini bakhe, wabuyela endlwini yakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 11

imbono 2 Usamuweli 11:4 kwimeko