2 Usamuweli 12:6 XHO75

6 Iya kuyimisela ngesiné imvanazana leyo, ngenxa enokuba yenze loo nto, nangenxa yokuba ingabanga nalufefe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 12

imbono 2 Usamuweli 12:6 kwimeko