4 Wathi kuye, Yini na ukuba ube nje ukubhitya imiso ngemiso, nyana wokumkani? Akundixeleli na? Wathi uAmnon kuye, Ndithanda uTamare, udade boAbhisalom umninawa wam.
funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 13
imbono 2 Usamuweli 13:4 kwimeko