9 Wathabatha ipani, wazikhuphela phambi kwakhe; akavuma ukudla. Wathi uAmnon, Mabakhutshwe abantu bonke, baphume kum. Baphuma bonke abantu kuye.
funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 13
imbono 2 Usamuweli 13:9 kwimeko