2 Usamuweli 14:11 XHO75

11 Yathi, Ukumkani makhe amkhumbule uYehova uThixo wakhe, ukuze umphindezeli wegazi angakwandisi ukonakalisa, bangamtshabalalisi unyana wam. Wathi ke yena, Ehleli nje uYehova, akuyi kuwa nalunye unwele lonyana wakho emhlabeni.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:11 kwimeko