2 Usamuweli 14:15 XHO75

15 Le nto ndize kulithetha kukumkani inkosi yam eli lizwi ndenzé kuba abantu aba bendoyikisile; wathi ke umkhonzazana wakho, Makhe ndithethe kukumkani, mhlawumbi ukumkani angalenza ilizwi lomkhonzazana wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:15 kwimeko