2 Usamuweli 14:17 XHO75

17 Wathi ke umkhonzazana wakho, Ilizwi lenkosi yam ukumkani malibe lelokuphumza; ngokuba njengoko sinjalo isithunywa sikaThixo, injalo inkosi yam ukumkani, ukuva okulungileyo nokubi; uYehova uThixo wakho makabe nawe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:17 kwimeko