2 Usamuweli 14:19 XHO75

19 Wathi ke ukumkani, Isandla sikaYowabhi àsinawe na kule nto yonke? Yaphendula inkazana, yathi, Uhleli nje umphefumlo wakho, nkosi yam kumkani, inene, akukho nto ingasekunene nengasekhohlo kuko konke ekuthethayo inkosi yam ukumkani; ngokuba uYowabhi umkhonzi wakho, nguye lo undiwisele umthetho, nguye lo uwabekileyo emlonyeni womkhonzazana wakho onke la mazwi.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:19 kwimeko