2 Usamuweli 14:2 XHO75

2 uYowabhi wathumela ke eTekowa, wathabatha khona inkazana elumkileyo, wathi kuyo, Khawuzenze ozilileyo, khawunxibe iingubo zokuzila, ungazithambisi ngeoli; yiba njengenkazana le imenzela ofileyo izila imihla emininzi;

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:2 kwimeko