2 Usamuweli 14:22 XHO75

22 Wawa ke uYowabhi ngobuso emhlabeni, waqubuda, wabulela kukumkani, wathi, Namhla wázile umkhonzi wakho, ukuba úbabalwe nguwe, nkosi yam kumkani, esenzile nje ukumkani isicelo somkhonzi wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:22 kwimeko