2 Usamuweli 14:29 XHO75

29 UAbhisalom wathumela kuYowabhi, ukuba amthumele kukumkani; akavuma ukuza kuye. Wabuya wathumela okwesibini; akavuma ukuza.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:29 kwimeko