2 Usamuweli 14:31 XHO75

31 Wesuka uYowabhi, waya kuAbhisalom, wathi kuye, Yini na ukuba abakhonzi bakho bayitshise ngomlilo intsimi yam?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:31 kwimeko