2 Usamuweli 14:9 XHO75

9 Inkazana yaseTekowa yathi kukumkani, Nkosi yam, kumkani, mabube phezu kwam, naphezu kwendlu kabawo, obo bugwenxa; makabe msulwa yena ukumkani netrone yakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:9 kwimeko