2 Usamuweli 15:12 XHO75

12 UAbhisalom wathumela, wabiza uAhitofele waseGilo, umphakathi kaDavide, emzini wakhe eGilo, ebingelela imibingelelo. Laba namandla elo yelenqe; kuba abantu baya besanda kuAbhisalom.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 15

imbono 2 Usamuweli 15:12 kwimeko