2 Usamuweli 15:14 XHO75

14 Wathi uDavide kubakhonzi bakhe bonke abenabo eYerusalem, Sukani sibaleke; ngokuba asiyi kuba nakusinda ebusweni buka-Abhisalom. Khawulezani simke, hleze akhawuleze, asifikele, asihlisele ububi, awuxabele umzi ngohlangothi lwekrele.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 15

imbono 2 Usamuweli 15:14 kwimeko