2 Usamuweli 15:27 XHO75

27 Wathi ukumkani kuTsadoki umbingeleli, Wena mboni, buyela kuwo umzi unoxolo, noAhimahatse unyana wakho, noYonatan unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini kunye nawe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 15

imbono 2 Usamuweli 15:27 kwimeko