2 Usamuweli 15:34 XHO75

34 ke ukuba uthe wabuyela kuwo umzi, wathi kuAbhisalom, Ndoba ngumkhonzi wakho, kumkani; ndibe ndifudula ndingumkhonzi kayihlo, ngoko ndingumkhonzi wakho: wònditshitshisela ke icebo lika-Ahitofele.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 15

imbono 2 Usamuweli 15:34 kwimeko