2 Usamuweli 16:5 XHO75

5 Wafika ukumkani uDavide eBhahurim, nanko, kuphuma khona indoda yomzalwane wendlu kaSawule, egama linguShimehi, unyana kaGera; yaphuma yahamba itshabhisa.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 16

imbono 2 Usamuweli 16:5 kwimeko