2 Usamuweli 17:14 XHO75

14 Wathi uAbhisalom namadoda onke akwaSirayeli, Icebo likaHushayi umArki lilungile kunecebo lika-Ahitofele. UYehova wayemise ukuba litshitshiswe icebo elilungileyo lika-Ahitofele, ukuze uYehova amzisele ububi uAbhisalom.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 17

imbono 2 Usamuweli 17:14 kwimeko