2 Usamuweli 17:18 XHO75

18 Umfana wababona, waxelela uAbhisalom. Bobabini ke basaba ngokukhawuleza, bafika endlwini yendoda eBhahurim ebinequla entendelezweni yayo, behla, behlela khona apho.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 17

imbono 2 Usamuweli 17:18 kwimeko