2 Usamuweli 17:22 XHO75

22 Wesuka ke uDavide nabantu bonke anabo, bayiwela iYordan; kwathi kusasa kwabe kungasekho namnye ungayiwelanga iYordan.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 17

imbono 2 Usamuweli 17:22 kwimeko