2 Usamuweli 18:21 XHO75

21 Wathi uYowabhi kuKushi, Hamba uye kumxelela ukumkani okubonileyo. Waqubuda uKushi kuYowabhi, wagidima ke.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 18

imbono 2 Usamuweli 18:21 kwimeko