2 Usamuweli 18:24 XHO75

24 Ke uDavide ebehleli phakathi kwamasango amabini. Umlindi waya emphezulwini wesango eludongeni, waphakamisa amehlo akhe, wakhangela, nanko kusiza indoda, ibaleka iyodwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 18

imbono 2 Usamuweli 18:24 kwimeko