2 Usamuweli 18:26 XHO75

26 Yeza isiza yasondela. Umlindi wabona enye indoda ibaleka; umlindi wamemeza esangweni, wathi, Nantsiya indoda ibaleka iyodwa. Wathi ukumkani, Naleyo ingumshumayeli weendaba ezilungileyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 18

imbono 2 Usamuweli 18:26 kwimeko