2 Usamuweli 18:3 XHO75

3 Bathi abantu, Ùze ungaphumi; ngokuba xa sithe sasaba, sisabile, abayi kusibekela ntliziyo thina; nokuba kuthe kwafa isiqingatha kuthi, abayi kusibekela ntliziyo; ngokuba ùngangamawaka alishumi kuthi; kulungile kanye ukuba usincede, ukuwo umzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 18

imbono 2 Usamuweli 18:3 kwimeko