2 Usamuweli 19:19 XHO75

19 wathi kukumkani, Inkosi yam mayingabàleli bugwenxa kum, ungakukhumbuli oko wakwenzayo umkhonzi wakho ngobugwenxa, ngalaa mini yaphuma ngayo inkosi yam ukumkani eYerusalem, ukuba ukumkani akubekele intliziyo oko.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:19 kwimeko