2 Usamuweli 19:2 XHO75

2 Usindiso lwajika lwaba sisijwili ngaloo mini ebantwini bonke; ngokuba abantu beva ngaloo mini kusithiwa, Ukumkani wenza isijwili ngonyana wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:2 kwimeko