2 Usamuweli 19:24 XHO75

24 Ke uMefibhoshete, unyana kaSawule, wehla waya kumkhawulela ukumkani, engazihlambanga iinyawo zakhe, engazichazanga iindevu zakhe, engazihlambanga neengubo zakhe, kususela kwimini yokumka kokumkani, kwada kwayimini yokufika kwakhe enoxolo.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:24 kwimeko