2 Usamuweli 19:26 XHO75

26 Wathi, Nkosi yam kumkani, umkhonzi wam lowa undikhohlisile; ngokuba umkhonzi wakho lo undim ubesithi, Ndiya kuzibophela iesile, ndikhwele kulo, ndihambe nokumkani; ngokuba umkhonzi wakho lo undim usisiqhwala.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:26 kwimeko