2 Usamuweli 19:28 XHO75

28 Ngokuba yonke indlu kabawo ibingento yímbi enkosini yam ukumkani, ibingabantu bokufa; wena wambeka umkhonzi wakho lo undim phakathi kwabadla etafileni yakho. Ndisenabango lini na ke, ndisenakukhala ngantoni na kukumkani?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:28 kwimeko