2 Usamuweli 19:4 XHO75

4 Ke ukumkani wazigqubuthela ubuso, wahlahlamba ukumkani ngezwi elikhulu, wathi, Nyana wam, Abhisalom! Abhisalom, nyana wam, nyana wam!

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:4 kwimeko