2 Usamuweli 2:10 XHO75

10 UIshbhoshete, unyana kaSawule, ebeminyaka imashumi mané ezelwe, ekwenziweni kwakhe ukumkani kumaSirayeli, wangukumkani iminyaka emibini. Kodwa indlu yakwaYuda yalandela uDavide.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 2

imbono 2 Usamuweli 2:10 kwimeko