2 Usamuweli 2:13 XHO75

13 Baphuma uYowabhi unyana kaTseruya, nabakhonzi bakaDavide, baqubisana nabo echibini laseGibheyon. Bahlala aba echibini ngapha, bahlala abaya echibini ngaphaya.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 2

imbono 2 Usamuweli 2:13 kwimeko