2 Usamuweli 2:15 XHO75

15 Kwesuka kwawela amanani: ishumi elinamabini lakwaBhenjamin, lakwaIshbhoshete unyana kaSawule, neshumi elinamabini kubakhonzi bakaDavide.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 2

imbono 2 Usamuweli 2:15 kwimeko