2 Usamuweli 2:26 XHO75

26 Wamemeza uAbhinere kuYowabhi, wathi, Liya kumana ukudla na ikrele? Akwazi na ukuba kuya kuba krakra kamva? Kuya kuba mzuzu ungakanani na ungabaxeleli abantu, babuye ekusukeleni abazalwana babo?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 2

imbono 2 Usamuweli 2:26 kwimeko