2 Usamuweli 2:4 XHO75

4 Eza amadoda akwaYuda, amthambisa khona apho uDavide ukuba abe ngukumkani kwindlu yakwaYuda.Kwaxelwa kuDavide, kusithiwa, Amadoda aseYabheshe yaseGiliyadi, ngawo awamngcwabáyo uSawule.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 2

imbono 2 Usamuweli 2:4 kwimeko