2 Usamuweli 20:15 XHO75

15 Bafika bamngqinga eAbhele-bhete-mahaka, bawufumbela udonga lokungqinga umzi lowo, lwema phezu komsele wongqameko; baye bonke abantu ababenoYowabhi beluqhuqha, ukuze udonga lomzi luwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 20

imbono 2 Usamuweli 20:15 kwimeko