2 Usamuweli 21:12 XHO75

12 UDavide waya, wawathabatha amathambo kaSawule, namathambo kaYonatan unyana wakhe, kubemi baseYabheshe yeGiliyadi, ababewabile endaweni yembutho yaseBhete-shan, apho amaFilisti abebaxhome khona, mini amaFilisti ambulalayo uSawule eGilibhowa;

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 21

imbono 2 Usamuweli 21:12 kwimeko