2 Usamuweli 22:12 XHO75

12 Wamisa ubumnyama ngeenxa zonke kuye, bayiminquba,Intlanganisela yamanzi, neengqimba zamafu.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 22

imbono 2 Usamuweli 22:12 kwimeko