2 Usamuweli 23:18 XHO75

18 Ke uAbhishayi, umninawa kaYowabhi, unyana kaTseruya, yena ube eyintloko yabaphathi-mikhosi; wathi rhuthu intshuntshe yakhe phezu kwamakhulu amathathu abahlatywáyo. Wayenegama ke kwabo bathathu.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 23

imbono 2 Usamuweli 23:18 kwimeko