2 Usamuweli 23:24 XHO75

24 UAsaheli, umninawa kaYowabhi, ebengomnye kumashumi amathathu lawo; nguElihanan unyana kaDodayi waseBhetelehem;

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 23

imbono 2 Usamuweli 23:24 kwimeko