2 Usamuweli 23:5 XHO75

5 Kuba ayinjalo yini na indlu yam kuThixo?Kuba undenzele umnqophiso ongunaphakade,Walungiswa ngeento zonke, wagcinwa;Kuba ukusindiswa kwam konke, nokunqwena kwam konke,Akayi kukuhlumisa yini na?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 23

imbono 2 Usamuweli 23:5 kwimeko