2 Usamuweli 23:9 XHO75

9 Nganeno kwakhe nguElazare, unyana kaDodayi, unyana womAhowa, obelelinye kumagorha lawo mathathu abenoDavide ekuwangcikiveni kwawo amaFilisti, abebuthelene khona emfazweni, akubon' ukuba anyukile amadoda akwaSirayeli:

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 23

imbono 2 Usamuweli 23:9 kwimeko