2 Usamuweli 24:16 XHO75

16 Saza isithunywa sesa isandla saso kwiYerusalem, ukuba siyitshabalalise; wazohlwaya uYehova ngenxa yobubi obo, wathi kwisithunywa eso sìtshabalalisa abantu, Kwanele; sithobe kaloku isandla sakho.Ke kaloku isithunywa sikaYehova besisesandéni sika-Aravena umYebhusi.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 24

imbono 2 Usamuweli 24:16 kwimeko