2 Usamuweli 3:16 XHO75

16 Yahamba naye ke indoda yakhe, imana ilila emva kwakhe, kwada kwezisa eBhahurim. Wathi uAbhinere kuyo, Hamba ubuye. Yabuya.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 3

imbono 2 Usamuweli 3:16 kwimeko