2 Usamuweli 3:24 XHO75

24 Waya uYowabhi kukumkani, wathi, Yintoni na le uyenzileyo? Ùyabona, ubezile uAbhinere kuwe; yintoni na le nto umndululeyo, wahamba wemka?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 3

imbono 2 Usamuweli 3:24 kwimeko