2 Usamuweli 3:27 XHO75

27 Wabuya ke uAbhinere weza eHebron. UYowabhi wamthabathela bucala phakathi kwesango, ukuba athethe naye ngasese. Wamgwaza esiswini, wafa, ngenxa yegazi lika-Asaheli umninawa wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 3

imbono 2 Usamuweli 3:27 kwimeko